110 likes | 343 Views
IMIZEKELO YOSINDISO. Ngokubhalwa ngu. Gerald W. Sutton. UMNGENO:. Zintathu indidi zisindiso Olokwasenyameni. (uNowa) Olwezono ezidlulileyo. Marko 16:16 Olwaphakade. uYohane wokuqala 2:25; uMarko 10:30. USINDISO LUKANOWA (ngokwasenyameni). UNowa wayefuna ukwenza okulungileyo. (iGen 6:9)
E N D
IMIZEKELO YOSINDISO Ngokubhalwa ngu. Gerald W. Sutton
UMNGENO: • Zintathu indidi zisindiso • Olokwasenyameni. (uNowa) • Olwezono ezidlulileyo. Marko 16:16 • Olwaphakade. uYohane wokuqala 2:25; uMarko 10:30
USINDISO LUKANOWA (ngokwasenyameni) • UNowa wayefuna ukwenza okulungileyo. (iGen 6:9) • Abantu ababemphahlile uNowa babonakele (iGen 6:11-13) • UNowa wam’amela, wakholwa waza ngokunjalo wamthobela uThixo. (iGen 6:14-18, 22) • Usapho lukaNowa lwasindiswa kunogumbe. (iGen 7:1,11,23; uPetros wokuqala 3:20-21)
AMAYUDA NGE-PENTEKOSTE • Aqonda ukuba angababulali. (iZenzo 2:22-23) • Ayefuna uxolelo. (iZenzo 2:37) • Guquka ubhaptizwe. (iZenzo 2:38) • Aba 3,000 bamthobela ngalomini. (iZenzo 2:41,47) • Basindiswa uMarko 16:16)
ITHENWA • Lalikholwa kodwa lingaqondisisi kakuhle. (iZenzo 8:26-31) • Lalinako ukufundiseka.(iZenzo 8:35) • Lafuna ukubhaptizwa. (iZenzo 8:36-38) • Lahamba indlela yalo livuya. (iZenzo 8:39; uYohane 13:17)
USIMONI UMNYANGI • Wayethatyathwa ngokuthi unguthile ohloniphekileyo. (iZenzo 8:9-10) • Wayeqhathe abantu ixesha elide. (iZenzo 8:11) • USimon wayikholelwa intshumayelo kaFilipu. (iZenzo 8:13) • USimon wabhaptizwa. (iZenzo 8:13) • USimon wasindiswa. (uMarko 16:16)
USAWULE WASETASO • Wayekholwa kwaye ethembekile. (iZenzo 22:3; 26:4-5; 23:1) • Wayetshutshisa abantu bakaThixo. (iZenzo 26:9-11) • USawule wayefuna ukwenza okulungileyo.(iZenzo 9:6) • UThixo wathumela uHananiya kuSawule. (iZenzo 9:10-12) • USawule wabhaptizwa. (iZenzo 9:17-18; 22:16) • USawule wasindiswa. (Marko 16:16)
UKONELI • Ukoneli wabona ingelosi embonweni. (iZenzo 10:1-4) • Wamyimamela waza wayithobela ingelosi leyo. (iZenzo 10:5-8) • Wamamela imfundiso kaPetros. (iZenzo 10:33-35) • Wayalelwa ukuba abhaptizwe. (iZenzo 10:47-48;Marko 16:16)
ULIDIYA • ULidiya wayekholwa. (iZenzo 16:14) • Wamemala uPawulos noSilas • Wakholelwa intshumayelo yabo • ULindiya nendlu yakhe yonke babhaptizwa. (iZenzo 16:15; Marko 16:16)
UMGCINI WAMABANJWA • Akazange abengolunge ncakasane kuPawulos noSilas. (iZenzo 16:22-24) • Wayesazi ukuba kakhona into engaqhelekanga eyenzekayo. (iZenzo 16:26-29) • Wayesazi ukuba ungolahliweyo. (iZenzo 16:30) • Wakholwa. (iZenzo 16:31) • Kungengongakholo lodwa. (uYakobi 2:17; 24; 26; Galati 5:6) • Kufanele ufundiswe. (iZenzo 16:32-33; Marko 16:16)
ELOKUGQIBA: • Ukholo. (amaHebhere 11:6) • Inguquko. (uLuka 13:3) • Ukuvuma. AmaRoma (10:10) • Ubhaptizo. (Marko 16:16)