680 likes | 854 Views
UQeqesho lwe-Microsoft ® Office Outlook ® 2007. Ukufikelela kwisantya. Iziqulatho zezifundo. Ushwankathelo: Uhlelo olutsha lwe-Outlook Isifundo 1: Ukwazi iRibhoni Isifundo 2: Fumana imiyalelo yemihla ngemihla Isifundo 3: Thumela kwaye ufumane iziqhoboshelo nemifanekiso.
E N D
UQeqesho lwe-Microsoft® Office Outlook® 2007 Ukufikelela kwisantya
Iziqulatho zezifundo • Ushwankathelo: Uhlelo olutsha lwe-Outlook • Isifundo 1: Ukwazi iRibhoni • Isifundo 2: Fumana imiyalelo yemihla ngemihla • Isifundo 3: Thumela kwaye ufumane iziqhoboshelo nemifanekiso Isifundongasinyesiquletheuluhlulweethaskiezicetyisiweyokunyenoluhlulwemibuzoyovavanyo.
Ushwankathelo: Uhlelo olutsha lwe-Outlook Khangela! Kukho uhlelo olutsha lwe-Outlook. Uyilo olutsha neempawu ezintsha ziya kukunceda uphumeze iithaski ozenza yonke imihla ngobuchule nangokulula.
Imigomo yesifundo • Hamba ujikeleze kwi-Outlook 2007. • Fumana imiyalelo kwiRibhoni kwaye wenze izinto ozenza yonke imihla: funda uphinde uthumele i-imeyili, sebenza ngamadinga neentlanganiso, kwaye usebenzise abaqhagamshelwa bakho. • Thumela kwaye ufumane imifanekiso neziqhoboshelo. Qinisekisa ukuba abamkeli baya kuba nako ukuzivula iifayili eziqhotyoshelweyo ezisebenzisa ezintsha iifomathi zeefayili ezikhutshiweyo ze-2007 Microsoft Office.
Isifundo 1: Ukwazi iRibhoni
Ukwazi iRibhoni Ngexesha lokuqala uyila umyalezo kwi-Outlook 2007 (okanye owufumanayo), uya kubona iRibhoni. Yibhendi engaphesheya komphezulu wefestile. IRibhoni Ikhalenda Abaqhagamshelwa IBhayoKwenza Ikhona ukuze ikuncede wenze izinto ngokulula kakhulu nangamanqanaba ambalwana.
UkwazisaiRibhoni Nanku umyalezo omtsha weimeyili. IRibhoni ikumphezulu wefestile. IRibhoni ibonakala ngexesha ngalinye uyila okanye uyila into kwi-Outlook. iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Sika Sika INcwadi yeDilesi Ncamathisela FomathaiPeyinta ITeksti eNgundoqo Iya Cc… Thumela Umcimbi: I-Microsoft iyiphande ngenkathalo indlela abantu abayisebenzisa ngayo imiyalelo kwi-Outlook. Ngenxa yolo phando, eminye imiyalelo ye-Outlook ibaluleke kakhulu, kwaye imiyalelo eqhelekileyo iyaboniswa futhi ihlelwe ngeendlela eyenza kube lula ukuyifumana nokuyisebenzisa.
UkujongelakufuphiiRibhoni Ukwenza ngcono uncedo olufundileyo lokuba isetyenziswa njani na iRibhoni, nasi isikhokelo esiya kulungiselelo lwayo olungundoqo. iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Sika Sika INcwadi yeDilesi Ncamathisela FomathaiPeyinta ITeksti eNgundoqo Amagama Iya Cc… Thumela Umcimbi: iiThebhu: IRibhoniyenziwengeethebhuezahlukileyo, nganyekuyoizalananeentloboezithilezomsebenziewenzakwi-Outlook. Amaqela:Ithebhunganyeinamaqelaamaninziabonisaizintoezizalanakunye. Imiyalelo:Umyalelouliqhosha, ibhokisiyokungenisaulwazi, okanyeimenyu.
IRibhoni ibonisa okudingayo Kanye kwakhona, uya kuqubisana neRibhoni xa uthabatha eminye imisebenzi enjengokuyila imiyalezo, iientri zekhalenda, okanye abaqhagamshelwa. IRibhoni ibonisa iithebhu nemiyalelo efanele oko ukwenzayo. Ukuthi, iithebhu ezikwiRibhoni ziya kwahluka ngokuxhomekeke kwindawo ye-Outlook osebenza kuyo.
IRibhoni ibonisa okudingayo Umfanekiso ubonisa eminye yalo mahluko. Umyalezoomtshaubonisa ii uMyalezokunyeiiNdlelazoKhethothebhu. IdingaelitshalibonisaiiDingathebhu. UmqhagamshelwaomtshaubonisaiumQhagamshelwathebhu.
Kukho okuninzi kunokubonakalayo Utolooluncinciolungaphantsikweqelaluthethaukubakukhookuninziokufumanekayokunokoukubonayo. Eli qhoshakuthiwayiLontshayeBhokisiyeDayalogu. iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Sika Sika INcwadi yeDilesi Ncamathisela FomathaiPeyinta ITeksti eNgundoqo Iklipbhodi Thumela Ukwenzelaikharekthaizithuba Ifonti Umfanekiso ubonisa ukuba ukubona uluhlu olupheleleyo lweendlela zokhetho zefonti, ungathanda ukucofa utolo olukufuphi kwi iTekisi enguNdoqo qela kwi uMyalezo thebhu yomyalezo omtsha weimeyili.
IThulbha yoFikelelo oluKhawulezayo IThulbhayoFikelelooluKhawulezayoiyi-toolbar encincingaphezulukweRibhoni. Iphayaukwenzaimiyalelooyidingayonoyisebenzisakaninzi-ninziilungeleukufumaneka. iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Sika Sika INcwadi yeDilesi Ncamathisela FomathaiPeyinta ITekstieNgundoqo Iklipbhodi Iya Cc… Thumela Umcimbi: Okona kungcono malunga neThulbha yoFikelelo oluKhawulezayo? Okukhoyo kuxhomekeke kuwe. Ukuthi, ungongeza imiyalelo yakho oyithandayo kuyo ngokucofa nje ekunene.
IThulbha yoFikelelo oluKhawulezayo Uya kubona futhi usebenzise iiThulbha zoFikelelo oluKhawulezayo ezahlukileyo ngokuxhomekeke kwindawo ye-Outlook osebenza kuyo. iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Sika Sika INcwadi yeDilesi Ncamathisela FomathaiPeyinta ITekstieNgundoqo Iklipbhodi Iya Cc… Thumela Umcimbi: Umzekelo, iikhastomayizeshiniozenzayokwiThulbhayoFikelelooluKhawulezayolwemiyalezooyithumelayoaziyikubonakalakuFikelelooluKhawulezayolwabaQhagamshelwa.
Okuninzi malunga neendlela zokhetho Kwi-Outlook 2007, useta iindlela zokhetho kwiindawo ezahlukileyo ezimbalwa. Ibhokisiyezingenayo– Microsoft Outlook Ifayili Hlela Bona Yiya Izixhobo Imisebenzi Uncedo FomathaiTeksti Umyalezo Fakela IiNdlelazoKhetho Yila iNto eNtsha ye-Outlook UMyalezoOmtshaweMeyili UMyalezo weMeyili Idinga Gcina ISicelo seNtlanganiso Vala iiNdlelazoKhethozoMhleli IindlelazoKhethozokubhalai-imeyili Ukubaufunaukutshintshaiisetingizakhozokubhalai-imeyili—umzekelo, ukwenzaisikhangelisopelosiyekeukungawahoyiamagamaakoonobumbaabakhulu—ukwenzaokokwiiiNdlelazoKhethozoMhlelibhokisiyedayalogu.
Okuninzi malunga neendlela zokhetho Kwi-Outlook 2007, useta iindlela zokhetho kwiindawo ezahlukileyo ezimbalwa. Ibhokisiyezingenayo– Microsoft Outlook Ifayili Hlela Bona Yiya Izixhobo Imisebenzi Uncedo FomathaiTeksti Umyalezo Fakela IiNdlelazoKhetho Yila iNto eNtsha ye-Outlook UMyalezoOmtshaweMeyili UMyalezo weMeyili Idinga Gcina ISicelo seNtlanganiso Vala iiNdlelazoKhethozoMhleli Qalisa ngokuyila umyalezo, kwaye uze wenze oku: CofaiQhoshalika-Microsoft Office . CofaiiNdlelazoKhethozoMhleli.
Okuninzi malunga neendlela zokhetho Kwi-Outlook 2007, useta iindlela zokhetho kwiindawo ezahlukileyo ezimbalwa. Ibhokisiyezingenayo– Microsoft Outlook I-Inbox – ye-Microsoft Outlook Ifayili Ifayili Hlela Hlela Bona Bona Yiya Yiya Izixhobo Izixhobo Imisebenzi Imisebenzi Uncedo Uncedo FomathaiTeksti Umyalezo Umyalezo Fakela Fakela IiNdlelazoKhetho IiNdlela zoKhetho Fomatha iTeksti Yila iNto eNtsha ye-Outlook Yila iNto eNtsha ye-Outlook UMyalezoOmtshaweMeyili UMyalezo Omtsha weMeyili UMyalezo weMeyili UMyalezo weMeyili Idinga Idinga Gcina Gcina ISicelo seNtlanganiso ISicelo seNtlanganiso Vala Vala iiNdlelazoKhethozoMhleli IiNdlela zoKhetho zoMhleli Iindlela zoKhetho zokubhala i-imeyili Xa uthumela umyalezo weimeyili, ungakhetha indlela osetwe ngayo loo myalezo. Useta ezi ndlela zokhetho kwiithebhu ezifumanekayo kwiRibhoni yomyalezo ovuliweyo.
Okuninzi okutsha: iBha yoKwenza Fumana ekunene qelele kwefestile, i Bha yoKwenza ibonakala naphi na apho kwenzeka usebenze khona kwi-Outlook. IBha yoKwenza uJuni 2007 IlungisweNgu: Umhla… Tayipha ithaski entsha Namhlanje IBha yoKwenza ikhona ukukunceda ugcine iithaski namadinga ezayo.
Okuninzi okutsha: iBha yoKwenza Fumana ekunene qelele kwefestile, i Bha yoKwenza ibonakala naphi na apho kwenzeka usebenze khona kwi-Outlook. IBha yoKwenza uJuni 2007 IlungisweNgu: Umhla… Tayipha ithaski entsha Namhlanje Umfanekiso ubiza iielementi ezimbalwa ezingundoqo: UmhlaweNavigeyitha Ikhalendayamadingaezayo Indawoyokungenisaiithaskiezintshangokutayipha Uluhlulwethaskiyakho
Inkangeleko entsha yekhalenda Uyilolwekhalendakwi-Outlook 2007 lwenzakubelulaukubonaukubayintonina. Ukuhambaujikelezengokulula, kakhulu. Usuku Iveki Inyanga Bonisaivekiyomsebenzi Bonisaivekiepheleleyo uJuni 04 - 08, 2007 Khangela iKhalenda uLwesibini uLwesithathu uLwesine uMvulo 9 ekuseni BonisaiiThaskiku: UmhlaWolindeleko IiThaski Umfanekiso ubonisa eminye imizekelo: Amaqhoshaamakhuluenzakubelulaukuswitshangokululaphakathikwemibonisoyekhalendayemihlangemihla, iivekingeevekineenyangangeenyanga. AseMvanaPhambiliamaqhoshaakuvumelaukubauyengokukhawulezakusukuolulandelayo, iveki, okanyeinyangakwikhalenda.
Inkangeleko entsha yekhalenda Uyilo lwekhalenda kwi-Outlook 2007 lwenza kube lula ukubona ukuba yintoni na. Ukuhamba ujikeleze ngokulula, kakhulu. Usuku Iveki Inyanga Bonisaivekiyomsebenzi Bonisaivekiepheleleyo uJuni 04 - 08, 2007 Khangela iKhalenda uLwesibini uLwesithathu uLwesine uMvulo 9 ekuseni BonisaiiThaskiku: UmhlaWolindeleko IiThaski Umfanekiso ubonisa eminye imizekelo: I iiThaski ndawo ibonisa iithaski zangoku nezizayo kwaye ilandele umkhondo wezifezekiso zakho, ngokunjalo.
Inkangeleko entsha yabaqhagamshelwa Kwi-Outlook 2007, ii-Electronic Business Cards yenza kube lula ukubona abaqhagamshelwa futhi kube lula ukuwaba. Abaqhagamshelwa uJörgensen, Gundrun uJordan, Katie uJordan, Katie uJörgensen, Gundrun IPheyini yeNavigeyishini uTupy, Richard uLund, Katie uPia Lund uTupy, Richard Cofa abaQhagamshelwa ukuswitshela kulaa ndawo ye-Outlook. Ungathumela amaKhadi oShishino ngeintanethi ngeimeyili. Unokufuna ukuquka elakho iKhadi loShishino ngeintanethi njengenxalenye yesignitshala yakho yeimeyili.
Inkangeleko entsha yabaqhagamshelwa Qaphela ukuba kulo mfanekiso, iPheyini yeNavigeyishini incitshisiwe ukubonisa okuninzi kwepheyini yabaQhagamshelwa. Abaqhagamshelwa uJörgensen, Gundrun uJordan, Katie uJordan, Katie uJörgensen, Gundrun IPheyini yeNavigeyishini uTupy, Richard uLund, Katie uPia Lund uTupy, Richard Unganciphisa iPheyini yeNavigeyishini kuyo nayiphi na indawo ye-Outlook ngokucofa i Nciphisa iPheyini yeNavigeyishini qhosha.
Iziphakamiso zomsebenzi • Yila umyalezo futhi ubone iRibhoni. • Vula umyalezo futhi ubone iRibhoni yomyalezo ofunyenweyo. • Seta iindlela zokhetho zeprogram, iindlela zokhetho zomhleli weimeyili, kunye neendlela zokhetho zomyalezo weimeyili. • Hlola iBha yoKwenza futhi ubone ukuba uyikhastomayiza njani na. • Khangela kwikhalenda yakho futhi ukhangele abaqhagamshelwa kumboniso omtsha weKhadi loShishino (ayisosinyanzelo).
Uvavanyo 1, umbuzo 1 IRibhoniiyakukhangelaumyalezoomtshaweimeyilinomyalezoweimeyiliofunyenweyo. (Chongaimpenduloibenye.) Inyaniso. Ubuxoki.
Uvavanyo 1, umbuzo 1: Impendulo Ubuxoki. OkukwiRibhoni kuya kwahluka ngenxa yokuba izidingo zakho zokuxulushana nemiyalezo emitsha nefunyenweyo yeimeyili yahlukile.
Uvavanyo 1, umbuzo 2 Utshintshele kwikhalenda kwaye ukulungele ukuhlola. Ukwenza isithuba esikhulu kwifestile ye-Outlook sokuyibona, ungenza yiphi kwezilandelayo ngaphakathi kwe-Outlook? (Chonga impendulo ibe nye.) Sebenzisa amaqhosha aphezulu ukufihla iinkcukacha. Nciphisa iPheyini yeNavigeyishini. Tshintsha iisetingi zokuxazulula isikrini sakho.
Uvavanyo 1, umbuzo 2: Impendulo Nciphisa iPheyini yeNavigeyishini. Kolu hlelo lwe-Outlook, unganciphisa iPheyini yeNavigeyishini ngokucofa i Nciphisa iPheyini yeNavigeyishini qhosha.
Isifundo 2: Fumana imiyalelo yemihla ngemihla
Fumana imiyalelo yemihla ngemihla Une-Outlook 2007 efakelweyokwayeuthabatheixeshalokufundamalungangezinyezeendlelaeyahlukengayokwiintlelozangaphambili. Ngokulixeshalokusebenza. Ingabakuyakubalulaukwenzaizintoodingaukuzenzakwi-Outlook? Esisifundosiyakukubonisaukubaimpendulonguewe.
Yila umyalezo omtsha Lixesha lokubhala nokuthumela umyalezo wakho weimeyili usebenzisa i-Outlook entsha. Udinga ukwazi ntoni? Ibhokisiyezingenayo iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Entsha Sika Imeyili Sika Ncamathisela FomathaiPeyinta Iklipbhodi ITeksti eNgundoqo Iya Cc… Thumela Umcimbi: Kumyalezo omtsha, qala uziqhelanise kwiRibhoni. I uMyalezo thebhu ingaphezulu, ngemiyalelo mhlawumbi ongayisebenzisa ngalo lonke ixesha uyila futhi uthumela umyalezo.
Yila umyalezo omtsha Ukusebenzisaezinyeiithebhu Ibhokisiyezingenayo iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Entsha Ukubaunengxakiekufumaneniumyalelookanyeiqhosha, unokudingaukukhangelakwenyeithebhu. Sika Imeyili Sika Ncamathisela FomathaiPeyinta Iklipbhodi ITeksti eNgundoqo Iya Cc… Thumela Umcimbi: Umzekelo, ku fakela umfanekiso ukuze ubonakale uhambelana netekisi yomyalezo wakho (hayi njengesiqhoboshelo esahlukileyo), uya kudinga ukuswitshela kwi Fakela thebhu.
SebenzisaiNcwadiyeDilesiukongezaabamkeli SebenzisaiNcwadiyeDilesiukongezaamagamakwiiIya, Cc, no Bccfildi. iKhaya Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Sika Sika iNcwadiyeDilesi Ncamathisela FomathaiPeyinta ITeksti eNgundoqo Iklipbhodi Iya Cc… Thumela Umcimbi: Uyakufumana u iNcwadiyeDilesimyalelokwiuMyalelothebhu.
Bonisaokanyefihlaifildi ye-Bcc UkubaukhethaukutayiphaiidilesizeimeyilingokuthengqokwiiIya no Ccbhokisi, usenokufunaukwaziukubaungayibonisanjaninaiBccfildiukuzeubenokutayiphakhonaamagama, futhi. Umyalezo Fakela iiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti BonisaBcc Bonisa Ivela iiFildi Iya Cc… Thumela Bcc… Umcimbi: UmfanekisoubonisaindawoyoBonisa Bcc myalelo. Njengokounokubona, uyakuwufumanakwiiiNdlelazoKhethothebhu.
Quka isignitshala yakho Ungathanda ukusebenzisa isignitshala yakho yobuqu yeimeyili ekupheleni kwemiyalezo yakho ye-Outlook? Iya Iya Iya Cc… Cc… Cc… Thumela Thumela Thumela Umcimbi: Umcimbi: Umcimbi: Onyanisekileyo, uPIA LUND uMlawuliwezeNtengiso Contoso Ltd. 612-555-0189 (msbz) 612-555-0189 (sel) Okuhle! uPia Onyanisekileyo, uPia Lund Iisignitshala zeimeyili zingadlala indima ekunikezeleni ngenkcukacha yabaqhagamshelwa, ekwenzeni isazisi okanye ubandakanyo lwakho lucace ngoko nangoko, nokunceda ekuvaleni imiyalezo ngethoni efanelekileyo.
Quka isignitshala yakho Ungalungisa iisignitshala ezikhoyo okanye yila ezintsha, kwanokuseta isignitshala yosilelo. Umyalezo Fakela IiNdlelazoKhetho FomathaiTeksti Ishishini Ikhadi INcwadi yeDilesi KhangelaamaGama Qhoboshela Ifayili Okulandelayo Ikhalenda Isignitshala Quka ITeksti eNgundoqo Amagama Ishishini Eyomntu Iisignitshala… Qala ngokucofa utolo olungaphantsi ko iSignitshala myalelo. Umfanekiso ubonisa okulandelayo ukwenzeka: Ukuba wayila iisignitshala ngaphambili, uya kuzibona zidweliswe apha. Ukuyila iisignitshala ezintsha, seta isignitshala yosilelo, okanye lungisa iisignitshala ezikhoyo, cofa iiSignitshala.
Sebenzisa iiflegi nezikhumbuzi Iiflegi nezikhumbuzi zingakunceda wena nabanye nikhumbule ukwenza izinto. Qhoboshela Ifayili Okulandelayo Amagama Quka Namhlanje Ngomso Iya Le Veki Cc… Thumela Umcimbi: Yongeza isikhumbuzi Susa iFlegi I-Flag yabaMkeli Ibhokisiyezingenayo Ukongezaiflegi, isikhumbuzi, okanyezombinixauyilaumyalezo, qalangokucofaOkulandelayokwiiiNdlelazoKhethoqelalomyalezoomtsha.
Sebenzisa iiflegi nezikhumbuzi Zilandelele Qhoboshela Ifayili Okulandelayo Amagama Quka Namhlanje Masicinge ukuba uthumela umyalezo kumlingane othi “Ndiya kulandela nawe ngomso.” Ngomso Iya Le Veki Cc… Thumela Umcimbi: Yongeza isikhumbuzi Susa iFlegi I-Flag yabaMkeli Ibhokisiyezingenayo Ukuqinisekaukubawenzaoko, ziflegeleumyalezongokwakhongokucofaOkulandelayokwayeuzeucofeNgomso. UmyalezouflegiwekwayewongezwekuLuhlulwakholoKwenziwakwiiiiThaski. Kwakhonaibonisa into kwiBhayoKwenzaeyeyakho .
Sebenzisa iiflegi nezikhumbuzi Okulandelayoumamkeli Qhoboshela Ifayili Okulandelayo Amagama Quka Namhlanje Usengaqhoboshelaiflegiyokulandelayabamkelibakhongokusebenzisa u I-Flag yabaMkelimyalelo, uqaqanjisiwekumfanekiso. Ngomso Iya Le Veki Cc… Thumela Umcimbi: Yongeza isikhumbuzi Susa iFlegi I-Flag yabaMkeli Ibhokisiyezingenayo Phambi kokuba uthumele umyalezo, balula ukuba ufuna umamkeli akhunjuzwe ukuba akulandele. Njengoko ubonisa umfanekiso, umyalezo ofunyenweyo uya kuquka iflegi neayikhoni yentsimbi. Ukuba umamkeli ugcina umyalezo kwibhokisi yemeyili ye-Outlook yakhe, isikhumbuzi siya kuboniswa ngexesha olibalulayo.
Phendula umyalezo I-imeyili ayikho malunga nje nokuthumela… …ikwamalunga nokwamkela nokuphendula futhi. Umyalezo BhlokauMthumeli Phendula Phendula kuboBonke Dlulisela Cima HambiselakwiFolda YilauMthetho EminyeiMisebenzi Phendula Imisebenzi I-Imeyili eyijanki Ivela: Iya Cc… Umcimbi: Xa uphendula umyalezo ovuliweyo, uya kusebenzisa amaqhosha akwi Phendula qela elikwi uMyalezo thebhu leRibhoni. Uya kuqaphela ukuba okukwiRibhoni kumyalezo owamkelweyo kwahlukile kokukumyalezo weimeyili omtsha.
Gxebe! Udingaukukhumbulaumyalezo? Usandul' ukuthumela umyalezo kwaye uqaphela ukuba inkcukacha yeqhosha ayichanekanga. Imeyili Zonke iiFolda zeMeyili Zonke iZinto zeMeyili Umyalezo Ibhokisi yeZingenayo IbhokisiyeZiphumayo IZintoEzithunyelweyo Bhloka uMthumeli Cima HambiselakwiFolda YilauMthetho EminyeiMisebenzi Imisebenzi I-Imeyili eyijanki IzintoEzithunyelweyo Hlela uMyalezo Ivela: KhangelaiZintoEzithunyelweyo Iya: Khumbula Lo myalezo Cc: IlungisweNgu: Umhla Thumela Lo MyalezoKwakhona Umcimbi: Gcina iZiqhoboshelo UkubausebenzisaiSeva ye-Microsoft Exchange yeimeyiliyakho, unokubanakoukuwukhumbulaumyalezoosandul' ukuwuthumela. Ukubawenzaphambikokubaumamkeliawufundeumyalezo, ukuwukhumbulakuyakukuvumelaukubauthumeleuhleloolulungisiweyokulomntukwayeunqandeintloniezinokwenzeka.
Gxebe! Udingaukukhumbulaumyalezo? Usandul' ukuthumela umyalezo kwaye uqaphela ukuba inkcukacha yeqhosha ayichanekanga. Imeyili Zonke iiFolda zeMeyili Zonke iZinto zeMeyili Umyalezo Ibhokisi yeZingenayo Ibhokisi yeZiphumayo IZintoEzithunyelweyo Bhloka uMthumeli Cima HambiselakwiFolda YilauMthetho EminyeiMisebenzi Imisebenzi I-Imeyili eyijanki IzintoEzithunyelweyo Hlela uMyalezo Ivela: KhangelaiZintoEzithunyelweyo Iya: Khumbula Lo myalezo Cc: IlungisweNgu: Umhla Thumela Lo MyalezoKwakhona Umcimbi: Gcina iZiqhoboshelo Nantsi into yokwenziwa: Kwi iPheyini yeNavigeyishini, cofa iZinto Ezithunyelweyo ukuswitshela kula folida. Kwi iZinto Ezithunyelweyo folida, cofa kabini umyalezo ofuna ukukhumbula ukuwuvula.
Gxebe! Udingaukukhumbulaumyalezo? Usandul' ukuthumela umyalezo kwaye uqaphela ukuba inkcukacha yeqhosha ayichanekanga. Imeyili Zonke iiFolda zeMeyili Zonke iZinto zeMeyili Umyalezo Ibhokisi yeZingenayo Ibhokisi yeZiphumayo IZintoEzithunyelweyo Bhloka uMthumeli Cima HambiselakwiFolda YilauMthetho EminyeiMisebenzi Imisebenzi I-Imeyili eyijanki IzintoEzithunyelweyo Hlela uMyalezo Ivela: KhangelaiZintoEzithunyelweyo Iya: Khumbula Lo myalezo Cc: IlungisweNgu: Umhla Thumela Lo MyalezoKwakhona Umcimbi: Gcina iZiqhoboshelo Nantsi into yokwenziwa: Kumyalezo ovuliweyo, cofa Eminye imiSebenzi kwi imiSebenzi qela, futhi ucofe Khumbula Lo Myalezo.
Yenza ixesha ukuze ukhumbule ukwenza izinto I-Outlook ayikho malunga neimeyili nje. Ikwamalunga nokulungiselela ixesha lakho, okwenza ekhalendeni. Idinga Fakela FomathaiTeksti BonisaNjenge Xakekileyo Idinga Ukushedyula Gcina & uVale Mema aBakhoyo 15 imizuzu Isikhumbuzi Nanye Bonisa Imisebenzi 0 imizuzu 5 imizuzu Umcimbi: 10 imizuzu Indawo: 15 imizuzu 30 imizuzu Ixeshalokuqala: 1 iyure Ixeshalokuphela: 2 iiyure 3 iiyure Xa uyila okanye uvula into kwikhalenda yakho, uya kubona iRibhoni ebonisa amaqela nemiyalelo efanelekileyo yokukunceda ulawule ixesha lakho.
Yenza ixesha ukuze ukhumbule ukwenza izinto Xa uyila noluphi na uhlobo lwe-entri yekhalenda, isikhumbuzi sisetwe ngokuzenzekelayo. Idinga Fakela FomathaiTeksti BonisaNjenge Xakekileyo Idinga Ukushedyula Gcina & uVale Mema aBakhoyo 15 imizuzu Isikhumbuzi Nanye Bonisa Imisebenzi 0 imizuzu 5 imizuzu Umcimbi: 10 imizuzu Indawo: 15 imizuzu 30 imizuzu Ixeshalokuqala: 1 iyure Ixeshalokuphela: 2 iiyure 3 iiyure Ukutshintshela idinga ixesha lesikhumbuzo: KwiiDingathebhu, cofautoloukuvula u Isikhumbuziluhlukwayeuzeukhetheixesha. Wakubaulwenzileutshintsho, cofaGcina & uValekwikhohloleRibhonqelele.
Ufuna ukuyila intlanganiso? Mema abanye Idinga lelakho nje. Xa abanye bexakekile, yila intlanganiso. Idinga Fakela FomathaiTeksti BonisaNjenge Xakekileyo Idinga Gcina & uVale Mema aBakhoyo Ukushedyula 15 imizuzu Isikhumbuzi Intlanganiso Fakela FomathaiTeksti Ikhalenda Cima Rhoxisa iSimemo Idinga Ukudibana i-Workspa Ukushedyula Gqithisela Bonisa Imisebenzi Iya KwiiDingathebhu, cofaMemaaBakhoyo. I Iyaqhoshanebhokisiliyabonakala. TayiphaamagamangqokwibhokisiokanyecofaiIyaqhoshaukongezaabamenywangokukhethakuluhlu.
Ufuna ukuyila intlanganiso? Mema abanye Idinga lelakho nje. Xa abanye bexakekile, yila intlanganiso. Idinga Fakela FomathaiTeksti BonisaNjenge Xakekileyo Idinga Gcina & uVale Mema aBakhoyo Ukushedyula 15 imizuzu Isikhumbuzi Intlanganiso Fakela FomathaiTeksti Ikhalenda Cima Rhoxisa iSimemo Idinga Ukudibana i-Workspa Ukushedyula Gqithisela Bonisa Imisebenzi Iya Wakuba ungenise zonke iinkcukacha zentlanganiso, cofa Thumela ukuthumela isimemo kwabanye abathabathi-nxaxheba bentlanganiso.
Sebenza ngeakhawunti Xa uvula okanyeuhlelaumqhagamshelwa, uyakusebenzisaamaqhoshaakwiBonisaqelaukubonisaokanyeukufihlaulwazioluthevetshengomqhagamshelwa. Umqhagamshelwa Fakela Fomatha iTeksti Gabalala iiNkcukacha IgamaeliPheleleyo... Inkampani: Isihlokosomsebenzi: Fayila njenge: I-intanethi I-imeyili... Umzekelo, ukubaufunaukuqaphelaumhlawokuzalwaokanyeisikhumbuzosonyakasomqhagamshelwa, cofaiiiNkcukachaqhoshakwayeuzeukhetheumhlaofanelekileyoecalenikouMhlawokuzalwaokanyeiSikhumbuzosonyaka.
Iziphakamiso zomsebenzi • Sebenzisa iNcwadi yeDilesi ne-Bcc. • Ukhangelo lopelo negrama. • Bona iisignitshala. • Yongeza iflegi yokulandela. • Phendula kumyalezo; khumbula umyalezo (awusosinyanzelo). • Shedyula idinga usete nesikhumbuzi. • Yila umqhagamshelwa omtsha. • Hlela ikhadi loshishino.
Uvavanyo 2, umbuzo 1 Ukuqalisa umyalezo omtsha, usebenzisa iRibhoni. (Chonga impendulo ibe nye.) Inyaniso. Ubuxoki.
Uvavanyo 2, umbuzo 1: Impendulo Ubuxoki. Uyila umyalezo njengoko usoloko usenza.