830 likes | 940 Views
UQeqesho lwe-Microsoft ® Office PowerPoint ® 2007. Yila incwadi yokusebenzela yakho yokuqala. Iziqulatho zezifundo. Ushwankathelo: Qalisa ngeziseko Isifundo 1: Yila izilayidi zakho Isifundo 2: Khetha umxholo, yongeza isiqulatho esithe vetshe
E N D
UQeqesho lwe-Microsoft® Office PowerPoint® 2007 Yila incwadi yokusebenzela yakho yokuqala
Iziqulatho zezifundo • Ushwankathelo: Qalisa ngeziseko • Isifundo 1: Yila izilayidi zakho • Isifundo 2: Khetha umxholo, yongeza isiqulatho esithe vetshe • Isifundo 3: Prufa, printa, uze ulungiselele umboniso Isifundongasinyesiquletheuluhlulweethaskiezicetyisiweyokunyenoluhlulwemibuzoyovavanyo.
Ushwankathelo: Qalisa ngeziseko Ingabauceliweukubauhlanganiseiprizenteyishini ye-PowerPoint, kodwaawuqinisekangaukubauqalisenjanina? Esisifundosizakukufundisayonke into odingaukuyaziukuyilanokwenzaiprizenteyishini. Uzakufumanisaukubaziyilwanjaninaizilayidi, ukufakaisiqulathokuwo, futhiuzenzezibukekekakuhle. Ngokokeuyakukwaziukulungiselelaiinowuthsinezinikezelozesithethinokulungelaukuziprizenta.
Imigomo yesifundo • Yila izilayidi futhi wongeze iteksti. • Fakela imifanekiso nesinye isiqulatho. • Sebenzisa umxholo wayo yonke inkangeleko yeprizenteyishini. • Printa izinikezelo neenowuthsi. • Lungiselela ukunikeza umboniso.
Isifundo 1: Yila izilayidi zakho
Yila izilayidi zakho Lo ngukrwaqu kwifestile ye-PowerPoint. Esi sifundo siya kukunika intshayelelo kwifestile futhi sikuncede uzive ukonwabele ukusebenza apho. Kwakhonauyakubonaukubazongezwanjaninaizilayidiezitsha, ukukhethwakoyilolwesilayidi, nokongezwakwetekstikwanokusetyenziswakwezilayidikwakhonakwenyeiprizenteyishini. Okokugqibela, uyakufumanisaukubazilungiselelwanjaninaiinowuthsinjengokouyilaumboniso, ukukhangelakuzoxauprezenta. Cofa ukongeza isihloko Cofa ukongeza isihlokwana Cofaukongezaiinowuthsi
Yazana nendawo yakho yokusebenzela Lo ngumboniso ovula kuqala kwi-PowerPoint. Kuthiwa ngumboniso oQhelekileyo. Usebenza apha ukuyila izilayidi. KukhoiindawoezintathuezingundoqozombonisooQhelekileyo. I pheyini yesilayidi iyindawo enkulu embindini. Usebenza ngqo kule ndawo yesilayidi. Kwisilayidi, iibhokisi ezinemida echokoziweyo kuthiwa izibambi-ndawo. Apha kulapho uyitayipha khona iteksti yakho, ufakele iathi, okanye wongeze esinye isiqulatho. Cofa ukongeza isihloko Cofa ukongeza isihlokwana Cofaukongezaiinowuthsi
Yazana nendawo yakho yokusebenzela Lo ngumboniso ovula kuqala kwi-PowerPoint. Kuthiwa ngumboniso oQhelekileyo. Usebenza apha ukuyila izilayidi. Cofaukongezaiinowuthsi KukhoiindawoezintathuezingundoqozombonisooQhelekileyo. Ekhohlokukhoezincinane, okanyei-thumbnail, iintlelozezilayidiezikwiprezenteyishiniyakho, zikunyenaleusebenzakuyoiqaqanjisiwe. Le ndawokuthiwayiiZilayidithebhu. Cofa ukongeza isihloko Cofa ukongeza isihlokwana
Yazana nendawo yakho yokusebenzela Lo ngumboniso ovula kuqala kwi-PowerPoint. Kuthiwa ngumboniso oQhelekileyo. Usebenza apha ukuyila izilayidi. Cofaukongezaiinowuthsi KukhoiindawoezintathuezingundoqozombonisooQhelekileyo. Kwindawo esezantsi yi pheyini yeenowuthsi, apho utayipha khona iinowuthsi oya kukhangela kuzo ngelixa uprezentayo. Cofa ukongeza isihloko Cofa ukongeza isihlokwana
Yongeza izilayidi ezitsha Xa i-PowerPoint ivula, kukho isilayidi esinye kuphela kumboniso. Wongeza ezinye izilayidi. iKhaya iKhaya Eyona ndlela icace kakhulu yokongeza isilayidi esitsha kukucofa iSilayidi Esitsha kwi eKhaya thebhu, njengoko ubonisa umfanekiso.
Yongeza izilayidi ezitsha Xa i-PowerPoint ivula, kukho isilayidi esinye kuphela kumboniso. Wongeza ezinye izilayidi. iKhaya iKhaya KukhoiindlelaezimbinizokusebenzisaiiSilayidiEsitshaqhosha: Ukuba ucofa indawo ephezulu yeqhosha, apho kukho iayikhoni yesilayidi, isilayidi esitsha songezwa ngoko nangoko ngaphantsi kwesilayidi esikhethwe kwi iZilayidi thebhu.
Yongeza izilayidi ezitsha Xa i-PowerPoint ivula, kukho isilayidi esinye kuphela kumboniso. Wongeza ezinye izilayidi. iKhaya iKhaya KukhoiindlelaezimbinizokusebenzisaiiSilayidiEsitshaqhosha: Ukuba ucofa indawo esezantsi yeqhosha, ufumana igalari ye iziyilo lwesilayidi. Ukhetha uyilo, size isilayidi sifakelwe nolo yilo.
Yongeza izilayidi ezitsha Ukuba wongeza isilayidi ngaphandle kokukhetha uyilo, i-PowerPoint isebenzisa esinye ngokuzenzekelayo. iKhaya iKhaya Ungalutshintsha ukuba uyafuna: Cofa ekunene isilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze walathe ku uYilo.
Chonga iziyilo zezilayidi Isilayidi uyilo silungisa isiqulatho sesilayidi sakho. Umzekelo, unokufuna zombini uluhlu kunye nomfanekiso okwisilayidi, okanye umfanekiso kunye ne-caption. Cofaukongezaisihloko Cofaukongezaisihloko Cofa ukongeza iteksti Cofaukongezaisihlokwana Iziyilo ziqulethe iintlobo ezahlukileyo zezibambi-ndawo namalungiselelo ezibambi-ndawo ukuxhasa nokuba siyintoni na isiqulatho sakho.
Chonga iziyilo zezilayidi Umfanekiso ubonisa iziyilo eziqalwa yi-PowerPoint ngokuzenzekelayo. Cofaukongezaisihloko Cofaukongezaisihloko Cofa ukongeza iteksti Cofaukongezaisihlokwana U Isihloko seSilayidi uyilo, oluboniswe apha njengoko lukhangeleka njalo kwiziyilo zegalari, lusetyenziswa kwisilayidi sokuqala kumboniso (eso besikade silapho ukuqalisa kwakho). Kwisilayidi, uyilo lweSihloko seSilayidi siqulethe izibambi-ndawo zezihloko nezihlokwana.
Chonga iziyilo zezilayidi Umfanekiso ubonisa iziyilo eziqalwa yi-PowerPoint ngokuzenzekelayo. Cofaukongezaisihloko Cofaukongezaisihloko Cofa ukongeza iteksti Cofaukongezaisihlokwana Uyilo mhlawumbi oya kulusebenzisa kakhulu kwezinye izilayidi kuthiwa iSihloko neSiqulatho, nasi siboniswe njengoko sikhangeleka kwigalari yeziyilo. Kwisilayidi, olu yilo lunesibambi-ndawo sesilayidi sesihloko, nokwesibini, isibambi-ndawo seenjongo zonke esiqulethe iteksti kwakunye neeayikhoni ezininzi.
Tayipha iteksti yakho Kwisibambi-ndawo seenjongo zonke sibonisiwe ngaphambili, ungongeza iielementi zegrafiki okanye iteksti. Masithethe ngeteksti. iKhaya Lorem Ipsum Dolor sit amet Consectetueradipiscingelit Doneceuismod Mattisaugue Class aptent Taciti sociosqu Ukufomatha kosilelo lweteksti lululuhlu oluneebhulethi. Ungasebenzisaamanqanabaahlukileyoetekstingaphakathikwezintluezineebhulethiukwenzaamanqakuamancincingaphantsikwamanqakuamakhulu. KwiRibhoni, sebenzisaimiyaleloekwiiFontiqelaukutshintshaukufomathwakweekharektha, njengombalawefontinesayizi.
Tayipha iteksti yakho Kwisibambi-ndawo seenjongo zonke sibonisiwe ngaphambili, ungongeza iielementi zegrafiki okanye iteksti. Masithethe ngeteksti. iKhaya Lorem Ipsum Dolor sit amet Consectetueradipiscingelit Doneceuismod Mattisaugue Class aptent Taciti sociosqu Ukufomatha kosilelo lweteksti lululuhlu oluneebhulethi. Sebenzisa imiyalelo ekwi uMhlathi qela ukutshintsha ukufomatha imihlathi, njengokufomatha uluhlu, ukuqhawuka itekisi, nokwenza izithuba zemigca.
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishini Unokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho. Nantsi into yokwenziwa: Sebenzisa iZilayidi kwakhona iKhaya FakelaiZilayidiezivela: C:\iiPrizenteyishini... Bhrawuza Esitsha iSilayidi DyuplikheyithaeziKhethiweyoiZilayidi iZilayidi ezisuka kwi-Outline Sebenzisa iZilayidi kwakhona Kwi eKhaya thebhu, cofa utolo olusecaleni ku iSilayidi Esitsha, ngokungathi ubuya kufakela isilayidi esitsha futhi ukhethe uyilo lwaso kuqala. Ngaphantsi kwegalari yoyilo, cofa Sebenzisa iZilayidi kwakhona.
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishini Unokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho. Nantsi indlela yokwenza: Sebenzisa iZilayidi kwakhona iKhaya FakelaiZilayidiezivela: C:\iiPrizenteyishini... Bhrawuza Esitsha iSilayidi DyuplikheyithaeziKhethiweyoiZilayidi iZilayidi ezisuka kwi-Outline Sebenzisa iZilayidi kwakhona Kwi Sebenzisa iZilayidi kwakhona pheyini yethaski, ngaphantsi Fakela isilayidi esivela, cofa Brawuza ukufumana iprezenteyishini okanye ilayibrari yezilayidi enezilayidi ozifunayo. Uze ucofe utolo ukuvula ezo zilayidi zikwipheyini yethaski.
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishini Unokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho. Nantsi indlela yokwenza: Sebenzisa iZilayidi kwakhona iKhaya FakelaiZilayidiezivela: C:\iiPrizenteyishini... Bhrawuza Esitsha iSilayidi DyuplikheyithaeziKhethiweyoiZilayidi iZilayidi ezisuka kwi-Outline Sebenzisa iZilayidi kwakhona Xa ufumana isilayidi osifunayo, qaphela i Gcina ukufomatha kwemvelaphi bhokisi yokukhangela kumphantsi kakhulu wepheyini. Ukuba ufuna ukugcina inkangeleko efana nqwa yezilayidi ozifakayo, qiniseka ukuba ibhokisi yokukhangela ikhethiwe ngaphambi kokuba ufakele isilayidi.
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishini Unokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho. Nantsi indlela yokwenza: Sebenzisa iZilayidi kwakhona iKhaya FakelaiZilayidiezivela: C:\iiPrizenteyishini... Bhrawuza Esitsha iSilayidi DyuplikheyithaeziKhethiweyoiZilayidi iZilayidi ezisuka kwi-Outline Sebenzisa iZilayidi kwakhona Cofa isilayidi ngasinye ofuna ukusifakela. Ngasinye sikhutshelwe kwiprezenteyishini evulekileyo, ngaphantsi isilayidi esikhethiweyo ngokunje okanye ngaphantsi kwekhesa yakho, ukuba uyibeke ngaphantsi kwe-thumbnail yesilayidi.
Yila iinowuthsi zesithethi Sebenzisaiinowuthsizesithethiukucacisakumanqakuakwisilayidi. Iinowuthsiezilungileyozingakuncedaugcineizihlwelezakhozixakekilekwayekuthinteleukuxinanakwetekstiekwisilayidi. Lorem ipsum dolor sit amet Fuscesuscipitmolestie mi Nam eleifenddignissimnisl Njengokouphuhlisaumxholookwizilayidizakho, tayiphaiinowuthsizakhokwipheyiniyeenowuthsi, ngaphantsikwesilayidi. Ungayandisaipheyiniyeenowuthsiukuzekubelulaukusebenzakuyongokurhuqaibhayokwahlukanisa.
Yila iinowuthsi zesithethi Sebenzisaiinowuthsizesithethiukucacisakumanqakuakwisilayidi. Iinowuthsiezilungileyozingakuncedaugcineizihlwelezakhozixakekilekwayekuthinteleukuxinanakwetekstiekwisilayidi. Lorem ipsum dolor sit amet Fuscesuscipitmolestie mi Nam eleifenddignissimnisl Iinowuthsi zakho zigcinwe kwiphepha leenowuthsi, eliqulethe ikopi yesilayidi kunye neenowuthsi. Eli liphepha oliprintayo ukubhekisela kulo njengoko unika iprizenteyishini.
Iziphakamiso zomsebenzi • Ziqhelaniseneendawozefestile ye-PowerPoint. • Tayiphaiteksti. • Yongezaizilayidiezitsha. • Navigeyithafuthiwongezeitekstieninzi. • Sebenzisaiziqhawukozetekstinokufomatha. • Sebenzangetekstiyofakelolwetekstingokuzenzekelayo. • Tayiphauboneiinowuthsi.
Uvavanyo 1, umbuzo 1 Kwifestile ye-PowerPoint, yeyiphieyonandawoingundoqoyokongezaisiqulathosesilayidi? (Chongaimpenduloibenye.) I iZilayidi thebhu, apho zikhoyo ii-thumbnail zezilayidi, ekhohlo le-window. Ipheyini yeenowuthsi. Ipheyini yesilayidi, kumbindi wefestile.
Uvavanyo 1, umbuzo 1: Impendulo Ipheyini yesilayidi, kumbindi wefestile. Sebenza kwipheyini yesilayidi ukongeza iteksti, imifanekiso, iimilo, iifayili zemidiya, okanye esinye isiqulatho kwizilayidi zakho.
Uvavanyo 1, umbuzo 2 Xa usongeza isilayidi esitsha, ulukhetha njani uyilo okokuqala? (Chonga impendulo ibe nye.) Kwi eKhaya thebhu, cofa umphezulu wesiqingatha se iSilayidi Esitsha qhosha. Kwi eKhaya thebhu, cofa umphantsi wesiqingatha se iSilayidi esitsha qhosha, apho lukhoyo utolo. Cofa ekunene i-thumbnail yesilayidi kwi iZilayidi thebhu, uze ucofe iSilayidi Esitsha.
Uvavanyo 1, umbuzo 2: Impendulo Kwi eKhaya thebhu, cofa umphantsi wesiqingatha se iSilayidi Esitsha qhosha, apho lukhoyo utolo. Ukucofa utolo kubonisa uyilo lwezilayidi. Xa ukhetha esinye, isilayidi sifakelwa nolo yilo.
Uvavanyo 1, umbuzo 3 Yeyiphi indlela ekhawulezileyo yokutshintsha uyilo lwangoku lwezilayidi ngoyilo olwahlukileyo? (Chonga impendulo ibe nye.) Cofa umphantsi wesiqingatha se iSilayidi Esitsha thebhu kwi eKhaya thebhu. Cofa ekunene isilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze walathe ku uYilo.
Uvavanyo 1, umbuzo 3: Impendulo Cofa ekunene isilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze walathe ku uYilo. Oku kuvula igalari yeziyilo. Ucofa enye ukuyisebenza kwesinye isilayidi. Enye indlela kukukhetha i-thumbnail yesilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze ucofe uYilo kwi eKhaya thebhu. Oko kubonisa igalari, apho ukhetha khona uyilo lokusebenza.
Isifundo 2: Khetha umxholo, yongeza isiqulatho esongezelelweyo
Khethaumxholo, yongezaisiqulathoesongezelelweyo Njengesikimu sombala weprizenteyishini yakho, umnyama osisiseko uya kusebenza. Kodwa kwenzeka njani xa unomdla wemibala emininzi noyilo oludlamkileyo? Lorem ipsum dolor sit amet Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Yiyangqokwigalari ye-PowerPoint imixholouzeulingeokukhoyoapho. Ukukhethaumxholoakukhonzimakunokufliphaiswitshi. Usengabekaezinyeiielementiezikwizilayidizakho, ezinjengemifanekiso nee-caption, uzeuzilungelelanisengezandlaukuzeyonke into ilungelelaniswengokucocekileyo.
Ubuhle bemixholo Yonke iprizenteyishini inomxholo. Ezinye zimabalabala nje kunezinye. Lorem ipsum dolor sit amet Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Umxholo umisela inkangeleko nemibala yezilayidi zakho kuze kukunike iprizenteyishini enenkangeleko engatshintshiyo. Apha, ubona izihloko zezilayidi ezithathu ezinomxholo ofanayo kodwa ezisebenzisa imixholo eyahlukileyo.
Ubuhle bemixholo Yonke iprizenteyishini inomxholo. Ezinye zimabalabala nje kunezinye. Lorem ipsum dolor sit amet Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Umxholo uquka ezi elementi, zinikezwe njengephakheji: • Uyilo olungasemva • Isikimu sombala • Iintlobo neesayizi zeefonti • Izikhundla zezibambi-ndawo
Ubuhle bemixholo Isikimusombalasichaphazelaimibalaengasemva, imibalayeefonti,imibalayofakelolweemilo, imibalaenemida, iihayiphalinki, nee-elementizezilayidinjengeetheyibhileneetshati. Lorem ipsum dolor sit amet Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Kwaye ukuba unezibambi-ndawo, umxholo uyaluhlonipha uyilo olukhethileyo; usuka uhlenga-hlengise nje okuncinci.
Khetha umxholo Yonkeiprizenteyishinientshaiqalangomxholowosilelo, ekuthiwanguMxholo we-Office. Ukufumananokusebenzisaenye, qalisangokucofaiuYilothebhuekwiRibhoni. Yila Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Iisampulu zeMixholo, kwimo yee-thumbnail ezincinci ozibona apha, ziya kubonakala kwi iMixholo qela. Ukubona imixholo eyongezelelweyo, cofa i Emininzi qhosha ekunene kweqela.
Khetha umxholo Yonkeiprizenteyishinientshaiqalangomxholowosilelo, ekuthiwanguMxholo we-Office. Ukufumananokusebenzisaenye, qalisangokucofaiuYilothebhuekwiRibhoni. Yila Lorem ipsum dolor sit amet Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas Xa walatha kuyo nayiphi na i-thumbnail yomxholo, ukubona ngaphambili kwayo kuboniswe kwisilayidi. Cofa i-thumbnail ukusebenzisa loo mxholo kuzo zonke izilayidi zakho. Usengasebenzisa umxholo kwizilayidi ozikhethileyo kuphela.
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 1 Ngoku uya kufunda iindlela ezimbini zokufakela imifanekiso nezinye izinto ezingasiyiyo iteksti kwizilayidi. IkliphuyeAthi Khangela: Yiya Khangela: Iziphumozimelwe kuku: Indlela yokuqala kukucofa iayikhoni ekwisibambi-ndawo, ofumene ukrwaqu wayo kwisifundo sokuqala.
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 1 Ngoku uya kufunda iindlela ezimbini zokufakela imifanekiso nezinye izinto ezingasiyiyo iteksti kwizilayidi. IkliphuyeAthi Khangela: Yiya Khangela: Iziphumozimelwe kuku: Umfanekisoubonisaindlelayokufakelaisijungqusekliphuyeathi: Cofa i iKliphi yeAthi ayikhoni ekwisibambi-ndawo. I iKliphi yeAthi pheyini yethaski iyavula. Apho, tayipha igama eliphambili kwi Khangela bhokisi ephakamisa uhlobo lwekliphu oyifunayo. Uze ucofe Yiya.
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 1 Ngoku uya kufunda iindlela ezimbini zokufakela imifanekiso nezinye izinto ezingasiyiyo iteksti kwizilayidi. IkliphuyeAthi Khangela: Yiya Khangela: Iziphumozimelwe kuku: Umfanekisoubonisaindlelayokufakelaisijungqusekliphuyeathi: Iikliphuezilinganaigamaeliphambiliziyavela. Cofaenyeyazoukuyifakelakwisilayidi. Umfanekisousayizwakwayeubekwangokuzenzekelayongaphakathikwesibambi-ndawo.
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 2 Enye indlela yokufakela izinto zesilayidi kukusebenzisa i Fakela thebhu ekwiRibhon. Fakela Iteksti Ibhokisi Iteksti Kuzo zonke izinto obungazifakela kwipheyini yesilayidi kukwafumaneka kwi Fakela thebhu, kunye nokuninzi—ukuquka imilo, iihayiphalinki, iibhokisi zeetekisi, ii-header nee-footer, kunye neekliphu zemidiya ezinjengezandi.
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 2 Umfanekiso ubonisa uluhlu lwezinto ezifumaneka kwi Fakela thebhu. Fakela Iteksti Ibhokisi Iteksti Into yohlobo ukufakela yibhokisi yeteksti, njengoko kubonisiwe. Iibhokisi zeteksti ziluncedo xa ufuna ukongeza iteksti naphi na kwaye udinga esinye isibambi-ndawo kuyo, njengeye-caption yomfanekiso. Kwi Fakela thebhu, cofa iBhokisi yeTekisi. Zoba ibhokisi ekwisilayidi uze utayiphe kuyo.
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 2 Yintoni indlela engcono? Fakela Iteksti Ibhokisi Okoko unokhetho lwezinto ezimbini zokuba uzifakela njani ezinye izinto, yeyiphi ekhuthazwayo? Iteksti Iza kakhulu kule nto uyifumana iluncedo kakhulu. Inye into yokuqatshelwa yeyokuba uyifuna njani into efakelweyo ukuba ibekwe kwisilayidi.
Fakela iielementi zezilayidi Emvakokufakelaumfanekiso, unokufunaukwenzaizilungisoezinjengokusayizakwakhona, ukukhropha, okanyeukutshintshaukuqaqamba. SebenziselaiZixhobozeMifanekisooku. IZixhobozeMifanekiso Fomatha Lungelelanisa Imilo yoMfanekiso Zisa ngaPhambili Iqela Umda woMfanekiso Thumela eMva Khropha Jikelezisa IziphumozeMifanekiso IPheyini yoKhetho IZixhobo zeMifanekiso iyafumaneka xa umfanekiso ukhethiwe. Ngoko ke, khetha umfanekiso. IZixhobo zeMifanekiso zibonakala ngaphezu kweRibhon. Sebenzisa iindlela zokhetho kwi Fomatha thebhu ukusebenza ngomfanekiso.
Fakela iielementi zezilayidi Kukho izixhobo zoluhlu lwezinto ongazifakela, kwiitheyibhile, iitshati, neegrafiki ze-SmartArt™ kwiibhokisi zeteksti neemilo, izandi, neevidiyo. IZixhobozeMifanekiso Fomatha Lungelelanisa Imilo yoMfanekiso Zisa ngaPhambili Iqela Umda woMfanekiso Thumela eMva Khropha Jikelezisa IziphumozeMifanekiso IPheyini yoKhetho Khetha nje into efakelweyo ukubona ithebhu efanelekileyo kwiRibhoni.
Fakela iielementi zezilayidi Wakuba uzibekile zonke izinto ozifunayo kwisilayidi, udinga ukuzilungelelanisa ukuze zikhangeleke zilungile. IZixhobozeMifanekiso Fomatha LungelelaniselaeKhohlo LungelelaniselaeMbindini LungelelaniselaeKunene Lungelelanisela Phezulu Lungelelanisela eMbindini Lungelelanisela Phantsi Umzekelo, kulo mfanekiso, ibhokisi yeteksti ene-caption iya kukhangeleka ngcono wakuba uyilinganisele ngokulinganayo ngomfanekiso—nokuba uyilungelelanisela ekhohlo, okanye embindini ngokuchanekileyo.
Fakela iielementi zezilayidi Usebenzisa i Lungelelanisa miyalelo ukulungelelanisa iielementi zezilayidi. IZixhobozeMifanekiso Fomatha LungelelaniselaeKhohlo LungelelaniselaeMbindini LungelelaniselaeKunene Lungelelanisela Phezulu Lungelelanisela eMbindini Lungelelanisela Phantsi ukulungelelanisai-caption ukuzeilungelelaniselweekhohlongomfanekiso, qalaukhethezombiniizibambi-ndawo. KwiiZixhobozeMifanekiso, fumanaiLungelelanisaqelakwiFomathathebhu. CofaiLungelelanisaqhosha, futhiuzeucofeLungelelaniselaeKhohlo.
Iziphakamiso zomsebenzi • Khetha umxholo omtsha. • Fakela umfanekiso. • Sayiza kwakhona umfanekiso. • Yongeza i-caption. • Lungelelanisa umfanekiso ne-caption. • Ibhonasi: Yongeza isiphumo seanimeyishini.
Uvavanyo 2, umbuzo 1 Xa usebenzisa umxholo, usoloko uchaphazela sonke isilayidi esikwiprizenteyishini. (Chonga impendulo ibe nye.) Inyaniso. Ubuxoki.